UISAYA 66:2
UISAYA 66:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba zonke ezizinto isandla sam sizenzile; zaye seziko zonke ezizinto utsho UYEHOVA: kodwa kulowo ndiya kukangela, kulowo ululamileyo nomoya ugqobokileyo, ongcangcazela ngelizwi lam.
Yabelana
Funda UISAYA 66UISAYA 66:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zonke ezo zinto sazenza isandla sam, zabakho ke zonke ezo zinto; utsho uYehova; ndibheka kuló, kolúsizana, komoya waphukileyo, kogubhayo ngelizwi lam.
Yabelana
Funda UISAYA 66UISAYA 66:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku zidalwe ndim zonke ezi zinto; zikho nje ziphuma kwezi zandla.” Ewe, utsho uNdikhoyo. “Ke yena umntu ondikholisayo ngulo uzithobayo nozohlwayayo – nditsho ondihlonela ngentobeko.
Yabelana
Funda UISAYA 66