UISAYA 66:1
UISAYA 66:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Utsho uYehova ukuthi, Amazulu ayitrone yam, ihlabathi sisihlalo seenyawo zam. Iyini na le ndlu, niya kundakhela yona? Iyini na le ndawo yokuphumla kwam?
Yabelana
Funda UISAYA 66UISAYA 66:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo ke uthethe wenjenje: “Izulu lona likomkhulu lam; ihlabathi ke lona ngamathânga am. Ndluni ke leyo ningandakhela yona? Yiyiphi indawo endingade ndiphumle kuyo?
Yabelana
Funda UISAYA 66