1
U‐Hezekile 39:29
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndaye ndingasayi kubafihlela ubuso bam, oko ndigaleleyo umoya wam pezu kwendlu ka‐Sirayeli, itsho INKOSI e NGUYEHOVA.
Thelekisa
Phonononga U‐Hezekile 39:29
2
U‐Hezekile 39:28
baya kwandula bakwazi okokuba mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wabo, ekubeni bendibafudusela kubaheyideni, koko ndibuye ndabahlanganisela emhlabeni wabo, ndingasasalisanga mntu kubo kona.
Phonononga U‐Hezekile 39:28
3
U‐Hezekile 39:25
Noko ke, itsho INKOSI e NGUYEHOVA ukuti: Kaloku ndiya kubuyisa ukutinjwa kuka‐Yakobi, ndiyipate ngetaṙu yonke indlu ka‐Sirayeli, ndibe nobukwele pezu kwegama lam elingcwele
Phonononga U‐Hezekile 39:25
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo