UHEZEKILE 39:25
UHEZEKILE 39:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngako oko, itsho iNkosi uYehova ukuthi, Kaloku ndiya kukubuyisa ukuthinjwa kukaYakobi, ndisikwe yimfesane ngenxa yendlu yonke kaSirayeli, ndibe nobukhwele ngegama lam elingcwele.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 39UHEZEKILE 39:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ngako oko itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: Ndiya kuyijika imeko kaYakobi, ndibe novelwano kubo bonke abantu bakwaSirayeli; ndiya kuba nekhwele ngenxa yegama lam elingcwele.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 39