UHEZEKILE 39:28
UHEZEKILE 39:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Baya kwazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, owenza ukuba bathinjelwe ezintlangeni, ndize ndibawomelisele emhlabeni wabo, ndingabuyi ndishiye namnye kubo khona.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 39UHEZEKILE 39:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
Baya kwazi ngoko ukuba ndinguNdikhoyo uThixo wabo, kuba, nakuba ndabathumela ezizweni baba ngabathinjwa, ndiya kubaqokelela, ndibabuyisele ezweni labo, ndingashiyi namnye.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 39