1
U‐Hezekile 14:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako oko yiti kwindlu ka‐Sirayeli: Itsho INKOSI e NGUYEHOVA ukuti: Guqukani, niziguqule kuzo izitixwana zenu; nakuzo zonke izinto zenu ezibuntshontsho buguquleni ubuso benu.
Thelekisa
Phonononga U‐Hezekile 14:6
2
U‐Hezekile 14:5
ukuze ndibambe indlu ka‐Sirayeli ngeyabo intliziyo, ngokokuba bona bonke bahlukene nam ngezitixwana zabo.
Phonononga U‐Hezekile 14:5
Home
Bible
Plans
Videos