UHEZEKILE 14:5
UHEZEKILE 14:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ukuze ndiyixhakamfule indlu kaSirayeli ngentliziyo yabo, ekubeni beshenxile kum bonke bephela ngezigodo zabo.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 14UHEZEKILE 14:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Oku ndiya kukwenzela ukubuyisa iintliziyo zabo bonke abantu bam bakwaSirayeli, abathe bandilahla ngenxa yezithixo.’
Yabelana
Funda UHEZEKILE 14