1
Umshumayeli 4:9-10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ababini bagqitisele oyedwa; ngokuba benomvuzo olungileyo ngenxa yomzamo wabo. Ngokuba, nxa bawayo, omnye eya kupakamisa umlingane wake: kodwa au yena oyedwa owayo, kungeko nje owesibini ukuba amsukise!
Thelekisa
Phonononga Umshumayeli 4:9-10
2
Umshumayeli 4:12
Kanjalo ukuba umntu uyeyisa yena oyedwa, ababini baya kuma pambi kwake; uti umsonto osontiweyo katatu ungaqaulwa kamsinya.
Phonononga Umshumayeli 4:12
3
Umshumayeli 4:11
Kanjako, ukuba ababini bayalalana, bandule ukufudumala; kodwa oyedwa, angati nina ukufudumala?
Phonononga Umshumayeli 4:11
4
Umshumayeli 4:6
Isandla sinye sizele kukwonwaba, silungile pezu kwazo izandla zozibini zizele kukuzama nokukatazeka kwomoya.
Phonononga Umshumayeli 4:6
5
Umshumayeli 4:4
Kanjako, ndagqala wonke umzamo, nako konke ukukutala emsebenzini, ukuba ngoko omnye unomona ngomnye. Oku kokungendawo nokukatazeka kwomoya nako.
Phonononga Umshumayeli 4:4
6
Umshumayeli 4:13
Umfana olihlwempu olumkileyo, ulungile pezu kwokumkani omdala osisidenge, ongabi sakwazi ukuyalwa.
Phonononga Umshumayeli 4:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo