INTSHUMAYELI 4:12
INTSHUMAYELI 4:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba umntu uthe wamgagamela oyedwa, bona ababini baya kumisa phambi kwakhe; umsonto ontluntathu awuhle uqhawulwe.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4INTSHUMAYELI 4:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Oyedwa uyagaganyelwa, kodwa ababini banako ukumelana nohlaselo. Intsontelo ephindwe kathathu iqhawuka nzima.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4INTSHUMAYELI 4:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba umntu uthe wameyisa umntu, baya kumchasa ababini; nentsontelo emithathu ayikhawulezi ukuqhawuka.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4