1
I‐Duteronomi 34:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kwaye kungabanga savuka umprofite kwa‐Sirayeli njengo‐Mosesi, owati UYEHOVA wamazi ubuso ngobuso
Thelekisa
Phonononga I‐Duteronomi 34:10
2
I‐Duteronomi 34:9
Kekaloku u‐Yoshuwa, unyana ka‐Nune, ebezele ngumoya wobulumko; ngokuba u‐Mosesi ebelalisile izandla zake pezu kwake: lwaza usapo luka‐Sirayeli lwampulapula, lwenza njengokuba UYEHOVA ebemyalele u‐Mosesi.
Phonononga I‐Duteronomi 34:9
3
I‐Duteronomi 34:7
Waye u‐Mosesi eyiminyaka ilikulu linamashumi mabini ubudala bake, akububa: iliso lake belingeluzizi, nokwomelela kwake bekungemkile.
Phonononga I‐Duteronomi 34:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo