1
Izenzo zabapostile 24:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nangako oku ndiyaziqelisa, ukuba ndibe nokuzazela okungenetyala lanto ngakuye UTIXO nangakubo abantu ngamaxa onke.
Thelekisa
Phonononga Izenzo zabapostile 24:16
2
Izenzo zabapostile 24:25
Naxeshekweni ebeteta ngabo ubulungisa, nobunca̔tu, nokugwetywa okuza kubako, wanokwoyika u‐Felitse, wati ukupendula: Hamba okwakaloku nje; nxa ke ixesha elifanelekileyo ndilizuzileyo, ndokubiza uze kum.
Phonononga Izenzo zabapostile 24:25
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo