IZENZO 24:16
IZENZO 24:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndibe ke ndizama kangangoko ndinako ukuba ndihlale ndingenasazela nganto phambi koThixo naphambi kwabantu.
Yabelana
Funda IZENZO 24IZENZO 24:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku, kule nto nam ngokwam ndiyazama, ukuba ngamaxesha onke ndingabi nasazela sikhubekisa nganto ngakuThixo nangakubantu.
Yabelana
Funda IZENZO 24