1
Izenzo zabapostile 14:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
besiti nokuti: Madoda! yinina ukuba nenze ezizinto? nati singabantu abamilo ifana neyenu, sishumayela kuni ukuba maniguquke kwezizinto ezingendawo niguqukele kuye UTIXO ohleliyo, owenza izulu, nomhlaba, nolwandle, nento zonke ezikuzo
Thelekisa
Phonononga Izenzo zabapostile 14:15
2
Izenzo zabapostile 14:9-10
yona le yabisiva u‐Paulusi eteta; owabeka amehlo pezu kwayo, waza akubona ukuba inokolo lwokupiliswa, wati ngelizwi elikulu: Suka ume ngenyawo zako upakamile. Yaza yatsiba yahamba.
Phonononga Izenzo zabapostile 14:9-10
3
Izenzo zabapostile 14:23
Kekaloku bebabalulele abadala iṙemente ngeṙemente, betandazile kunye nokuzila ukutya, bababekela ENKOSINI abebekoliwe kuyo.
Phonononga Izenzo zabapostile 14:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo