1
Izenzo zabapostile 15:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Koko kungalo ufefe LWENKOSI u‐Yesu Kristu esikolwa ukuba siya kusindiswa, kwa ngendawo abaya kusindiswa ngayo bona nabo.
Thelekisa
Phonononga Izenzo zabapostile 15:11
2
Izenzo zabapostile 15:8-9
Kanjako UTIXO ozaziyo intliziyo wabanqi̔nela, enikile kubo UMOYA OYINGCWELE, njengokuba ebemnikile nakuti; engenzanga kwahluka pakati kwetu nabo, ehlambulule intliziyo zabo ngokolo.
Phonononga Izenzo zabapostile 15:8-9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo