Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Izenzo zabapostile 13

1

Izenzo zabapostile 13:2-3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku nxa bebesenza isikonzo KWINKOSI, bezila ukutya kanjalo, wati UMOYA OYINGCWELE: Ndahluleleni ke u‐Banabasi no‐Saulusi kulomsebenzi endibabizeleyo kuwo. Bandula bati, bakuba bezilile ukutya, betandazile nokutandaza, bebekile izandla pezu kwabo babandulula.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 13:2-3

2

Izenzo zabapostile 13:39

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

nokuba ngaye lo osukuba ekolwa uyakululwa kuzo zonke izinto, enibe nikohliwe kukukululwa kuzo ngomteto ka‐Mosesi.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 13:39

3

Izenzo zabapostile 13:47

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ngokuba INKOSI isiyalele ngokunjalo, isiti: Ndikubekele ukuba lukanyiso lwabaheyideni, ukuze ube ngowosindiso kude kube sekupeleni kwomhlaba.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 13:47

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Izenzo zabapostile 13

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo