Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IZENZO 13:47

IZENZO 13:47 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba isiwisele umthetho ngokunjalo iNkosi, yathi, Ndikubekile ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga, Ukuze ube ngowosindiso, kude kuse ekupheleni kwehlabathi. (UIsaya 49:6)

Yabelana
Funda IZENZO 13

IZENZO 13:47 IBHAYIBHILE (XHO96)

Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi: “ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga, ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’ ”

Yabelana
Funda IZENZO 13

IZENZO 13:47 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba isiwisele umthetho ngokunjalo iNkosi, yathi, Ndikubekile ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga, ukuze ube ngowosindiso, kude kuse ekupheleni kwehlabathi.

Yabelana
Funda IZENZO 13

IZENZO 13:47 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

ngokuba INKOSI isiyalele ngokunjalo, isiti: Ndikubekele ukuba lukanyiso lwabaheyideni, ukuze ube ngowosindiso kude kube sekupeleni kwomhlaba.

Yabelana
Funda IZENZO 13
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo