1
Eyesibini yokumkani 18:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Watembela kuye UYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli; kwaye kungeko emva kwake onjengaye pakati kwabo bonke okumkani bo‐Juda, napakati kwabo abebeko pambili kuye.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yokumkani 18:5
2
Eyesibini yokumkani 18:6
Ngokuba ebenamatela KUYEHOVA; akapambuka ekumlandeleni; wayigcina imiyalelo yake, leyo UYEHOVA wamyalelayo u‐Mosesi.
Phonononga Eyesibini yokumkani 18:6
3
Eyesibini yokumkani 18:7
Waye UYEHOVA ebenaye; apo wapumela kona watamsanqeleka: kanjalo wavukela ngakuye ukumkani we‐Asiriya, waza akamkonza.
Phonononga Eyesibini yokumkani 18:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo