Ngokuba ebenamatela KUYEHOVA; akapambuka ekumlandeleni; wayigcina imiyalelo yake, leyo UYEHOVA wamyalelayo u‐Mosesi.
Funda Eyesibini yokumkani 18
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini yokumkani 18:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo