1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ize ningazifaki iyokwe yimbi ndawonye nabangakolwayo: ngokuba kuko ubukolwane bunina pakati kwobulungisa nokungalungi? nokukanya kunobudlelana bunina kunye nobumnyama?
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:14
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:16
netempile KATIXO inesilungelelano sanina nezitixo? ngokuba nina niyiyo itempile KATIXO ohleliyo; njengokuba etshilo UTIXO ukuti: Ndiya kuma kubo, ndihambe pakati kwabo; ndandiya kuba NGUTIXO wabo, bati bona babe ngabantu kum.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:16
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:17-18
Ngako oko pumani kwa pakati kwabo, nibe nahlukile, utsho UYEHOVA, nokunco̔lileyo ningakucu̔kumisi; ndandiya kunamkela, ndibe nguyihlo kuni, niti nina nibe ngonyana nentombi kum, utsho UYEHOVA usomandla.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:17-18
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:15
no‐Kristu unemvumelano yanina kunye no‐Beliyali? umhlaumbi okolwayo unesabiwo sanina ndawonye nongakolwayo?
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo