KWABASEKORINTE II 6:16
KWABASEKORINTE II 6:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Inakudibana kuní na ke itempile kaThixo nezithixo? Kuba nina niyitempile kaThixo ophilileyo; njengokuba watshoyo uThixo ukuthi, Ndiya kuhlala phakathi kwabo, ndihambe phakathi kwabo; ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam bona.
KWABASEKORINTE II 6:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Inabudlelane buni na indlu kaThixo nezithixo zeentlanga? Kaloku thina siyindlu kaThixo ophilayo! Kutsho uThixo ngokwakhe ukuthi: “Ndiya kulenza kubantu bam ikhaya lam, ndihlale phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam ke bona.”
KWABASEKORINTE II 6:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Inakudibana kuni na ke itempile kaThixo nezithixo? Kuba nina niyitempile kaThixo ophilileyo; njengokuba watshoyo uThixo ukuthi, Ndiya kuhlala phakathi kwabo, ndihambe phakathi kwabo; ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.
KWABASEKORINTE II 6:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
netempile KATIXO inesilungelelano sanina nezitixo? ngokuba nina niyiyo itempile KATIXO ohleliyo; njengokuba etshilo UTIXO ukuti: Ndiya kuma kubo, ndihambe pakati kwabo; ndandiya kuba NGUTIXO wabo, bati bona babe ngabantu kum.