1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kwa njalo ukuba umntu ukuye u‐Kristu, usisidalwa esitsha: izinto zakudala zidlulile; bona ke, zonke izinto ziba zintsha.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:17
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:21
Ngokuba lowo ubengasazanga isono wamenza ukuba sisono ngenxa yetu; ukuze tina sibe bubulungisa BUKATIXO kuye.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:21
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:7
(ngokuba sihamba ngalo ukolo, singahambi ngako okubonakalayo;)
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:7
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:18-19
Kanjako zonke izinto zivela KUTIXO, owasixolisana naye ngokwake ngaye u‐Yesu Kristu, wasinika tina isikonzo soxolisano; esokuti UTIXO ube ku‐Kristu elixolisana naye ngokwake ilizwe, engabaleli kubo iziposo zabo; wayebekela kuti ilizwi loxolisano.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:18-19
5
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:20
Ngako sizizitunywa esikundleni sika‐Kristu, njengokungati UTIXO ebenikunga ngati: siyanitandaza esikundleni sika‐Kristu, manixoliswane NOTIXO.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:20
6
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:15-16
kanjalo wafela bonke, ukuze abo bahleliyo bangabi sazihlalela bona, koko bahlalele lowo ute ngenxa yabo wafa wabuya wavuka. Kwa njalo tina emveni kwakaloku nje asazi ngokwenyama namnye umntu: ewe nokuba simazile ngokwenyama u‐Kristu, noko ngoku asisamazi.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:15-16
7
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:14
Ngokuba utando luka‐Kristu lusinyanzela, sigwebile nje oku ukuti, ukuba omnye wafela bonke, kukona bafayo kwa bonke
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:14
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo