KWABASEKORINTE II 5:14
KWABASEKORINTE II 5:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba lusifingile nje uthando lukaKristu, sigqibe kwelokuthi, ukuba ufele bonke emnye, ngoko bafile bonke abo
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5KWABASEKORINTE II 5:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku uthando lukaKrestu lusongamele. Ngoko ke sigqiba kwelithi xa kwafa umntu omnye, efela abantu bonke, lonke uluntu lunenxaxheba koko kufa kwakhe.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5KWABASEKORINTE II 5:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kaloku uthando lukaKristu lusifingile nje; Kuba sigqiba kwelithi, omnye ufele bonke emnye, ngoko bafile bonke abo
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5