1
Eyesibini yezikronike 18:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wati kodwa u‐Mikaya: Ehleli nje UYEHOVA, oko akutshoyo UTIXO wam, ndiya kuteta kwa kona.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yezikronike 18:13
2
Eyesibini yezikronike 18:22
Ngako kaloku, bona ke, UYEHOVA ubekile umoya wobuxoki emlonyeni wabo ababaprofite bako; kanjalo UYEHOVA utetile ngawe okubi.
Phonononga Eyesibini yezikronike 18:22
3
Eyesibini yezikronike 18:20
Wada wapuma umoya, wema pambi KWOYEHOVA, wati: Ndiya kumhenda mna. Wati UYEHOVA kuye: Nganina?
Phonononga Eyesibini yezikronike 18:20
4
Eyesibini yezikronike 18:19
Waza wati UYEHOVA: Ngubanina oya kuhenda u‐Ahabi ukumkani wo‐Sirayeli, ukuba enyuke, enzakale e‐Ramote yase‐Gileyadi? Wati omnye esiti ngokuti, nomnye esiti ngokuti.
Phonononga Eyesibini yezikronike 18:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo