IZIKRONIKE II 18:19
IZIKRONIKE II 18:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova, Ngubani na oya kulukuhla uAhabhi, ukumkani wamaSirayeli, enyuke aye awe eRamoti yaseGiliyadi? Wejenje lo ukuthetha, wenjenje lo ukuthetha.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 18IZIKRONIKE II 18:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza ke yena wathi: ‘Yaz' ukuba ngubani na oya kulukuhla uAhabhi aze ahlasele iRamoti yaseGiliyadi, khon' ukuze afele khona?’ Omnye uthethe ngolu hlobo, waza ke omnye wathetha ngoluya.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 18