Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala ka‐Samyali 13

1

Eyokuqala ka‐Samyali 13:13-14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wandula u‐Samyali wati ku‐Saule: Wenze ngobudenge; akugcinanga umyalelo KAYEHOVA, UTIXO wako, lowo akuyaleleyo: ngokuba kaloku UYEHOVA ngeeqinisile ubukumkani bako pezu kwo‐Sirayeli kude kube ngunapakade: kodwa ngoku ubukumkani bako abuyi kuma: UYEHOVA uzifunele indoda enjengentliziyo yake; kanjalo UYEHOVA uyimisele ibe yinkosi pezu kwabantu bake; ngokuba ungagcinanga oko akuyaleleyo UYEHOVA.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 13:13-14

2

Eyokuqala ka‐Samyali 13:12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ngako ndati: Kaloku ama‐Filistiya aya kuhlela kum e‐Gilegale, nxa ubuso BUKAYEHOVA ndingabukungelanga; ndaza ndazinyanzela, ndanikela idini lokutshiswa.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 13:12

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala ka‐Samyali 13

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo