1
Eyokuqala yokumkani 19:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
nasemva kwesingcangcazelo somhlaba bekuko umlilo: ebengeko emlilweni UYEHOVA: nasemva kwomlilo bekuko ilizwi elizolileyo elincinane.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:12
2
Eyokuqala yokumkani 19:4
Kodwa wahamba yena entlango ihambo yamini nye, weza wahlala ngapantsi kwomti weroteme; waza wazicelela ukuba makafe, wati: Kwanele; kaloku, YEHOVA! susa ubomi bam; ngokuba ndingalungile mna pezu kwobawo bam.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:4
3
Eyokuqala yokumkani 19:11
Wati ke: Puma, ume entabeni pambi KWOYEHOVA. Kekaloku bona ke, UYEHOVA wadlula, wati umoya omkulu onamandla wazirazula intaba, waqekeza namawa, pambi KWOYEHOVA; ebengeko emoyeni UYEHOVA: nasemva kwomoya bekuko isingcangcazelo somhlaba; ebengeko esingcangcazelweni somhlaba UYEHOVA
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:11
4
Eyokuqala yokumkani 19:13
Kwaza kwati, akuva lona u‐Elija, wagqubutela ubuso bake ngengubo yake, wapuma, wema emnyango womqolomba. Kekaloku bona ke, kweza kuye ilizwi, elati: Wenza nto nina apa, Elija?
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:13
5
Eyokuqala yokumkani 19:9
Wada wafika kona emqolombeni, walalisa apo; kekaloku bona ke, ilizwi LIKAYEHOVA leza kuye, lati kuye: Wenza nto nina apa, Elija?
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:9
6
Eyokuqala yokumkani 19:8
Waza wavuka, wadla wasela nokusela, wahamba ngamandla okokutya, imini zamashumi mane nobusuku bamashumi mane, ukuya entabeni KATIXO, e‐Horebe.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:8
7
Eyokuqala yokumkani 19:5
Wati akuba ebete butu, elele ubutongo ngapantsi kwawo umti weroteme, bona ke, yandula yampata ingelosi, yati kuye. Vuka, utye.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:5
8
Eyokuqala yokumkani 19:7
Yabuya ke ingelosi KAYEHOVA ngokwesibini, yampata, yati: Vuka, utye; ngokuba ihambo inkulu kuwe.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:7
9
Eyokuqala yokumkani 19:10
Wayesiti: Bendinekwele kakulu ngenxa KAYEHOVA, UTIXO wemikosi; ngokuba usapo luka‐Sirayeli lushiyile ucebano lwako, izibingelo zako luzicitile, nabaprofite bako lubabulele ngeṙele; sendisele mna ndedwa, nobomi bam luyabufuna, ukuba lubususe.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:10
10
Eyokuqala yokumkani 19:6
Waza wakangela, kekaloku nasi ngasentlokweni yake isonkana sojiwe pezu kwamatye ashushu, negubu lamanzi: watya ke, wasela nokusela, wabuya walala pantsi.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:6
11
Eyokuqala yokumkani 19:2
Wandula u‐Jezebele watuma isigidimi ku‐Elija, esiti: Mabenje njalo otixo kum, balekele ukwenje njalo, ukuba andenzi ubomi bako njengobomi bomnye kubo malunga nelixesha langomso!
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:2
12
Eyokuqala yokumkani 19:18
Noko ndisalisile kwa‐Sirayeli amawaka asixe̔nxe, onke amadolo angaguqileyo ku‐Bali, nayo yonke imilomo engamanganga.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:18
13
Eyokuqala yokumkani 19:19
Wasuka wemka apo, wamfumana u‐Elisha unyana ka‐Shafate, obepulusha ngezibini zenkabi zilishumi linesibini pambi kwake, waye yena eneseshumi linesibini: waza u‐Elija wamdlula, waposa ingubo yake pezu kwake.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:19
14
Eyokuqala yokumkani 19:21
Waza wabuya kuye, watabata isibini senkabi, wazibinga, wapeka inyama yazo ngempahla zenkabi, wanika ebantwini, baza badla. Wandula wesuka, wamlandela u‐Elija, wamkonza.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:21
15
Eyokuqala yokumkani 19:20
Waseleshiya inkabi, wabaleka emva kwo‐Elija, wati: Makendange ubawo noma, ndandule ukulandela wena. Wayesiti kuye: Hamba, buya; ngokuba kuyinto nina endiyenzileyo kuwe?
Phonononga Eyokuqala yokumkani 19:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo