OOKUMKANI I 19:4
OOKUMKANI I 19:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wahamba entlango uhambo lwemini enye, waya wahlala phantsi konwele, wazicelela ukuba afe, wathi, Kwanele ngoku, Yehova; wuthabathe umphefumlo wam, ngokuba ndingàlungile ngaphezu koobawo.
OOKUMKANI I 19:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena wathatha uhambo lwemini enye, wangena entlango. Wathi ke akufumana umthi wonwele, wahlala phantsi kwawo, wathandazela ukuba afe. Wathi: “Kwanele ngoku, *Ndikhoyo! Buthathe ubomi bam; kuba andilunganga ukugqitha oobawo.”
OOKUMKANI I 19:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wahamba entlango uhambo lwemini enye, wafika wahlala phantsi konwele; waye yena ecinga ukuba ubeya kufa; Wathi, Kwanele; ngoku, Yehova, wuthabathe umphefumlo wam; ngokuba andilungile kunobawo.
OOKUMKANI I 19:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa wahamba yena entlango ihambo yamini nye, weza wahlala ngapantsi kwomti weroteme; waza wazicelela ukuba makafe, wati: Kwanele; kaloku, YEHOVA! susa ubomi bam; ngokuba ndingalungile mna pezu kwobawo bam.