OOKUMKANI I 19:4

OOKUMKANI I 19:4 XHO75

Wahamba entlango uhambo lwemini enye, waya wahlala phantsi konwele, wazicelela ukuba afe, wathi, Kwanele ngoku, Yehova; wuthabathe umphefumlo wam, ngokuba ndingàlungile ngaphezu koobawo.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne OOKUMKANI I 19:4