OOKUMKANI I 19:18
OOKUMKANI I 19:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke ndozishiyela kwaSirayeli isixhenxe samawaka, amadolo onke angaguqanga kuBhahali,• imilomo yonke engamanganga.
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 19OOKUMKANI I 19:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke kwaSirayeli apha ndozigcinela loo mawaka asixhenxe abantu abamadolo angazange aguqe kuBhali, nabamilomo ingazange iwange umfanekiso wakhe.”
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 19