1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:25-26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokunjalo yatabata nendebe, emveni kwokuba kudliwe, isiti: Lendebe ilucebano olutsha egazini lam; kwenzeni oku, onke amaxesha enisukuba niyisela, kube kukukunjulwa kwam. Ngokuba onke amaxesha enisukuba esisonka nisitya nalendebe niyisela, nikushumayela ukufa KWENKOSI, ide ifike.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:25-26
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:23-24
Ngokuba mna bendikwamkele ENKOSINI oko endati kanjalo ndakunikela kuni: okokuba INKOSI u‐Yesu ngobobusuku ibingcatshwa ngabo yatabata isonka; yaza yakuba ibulele yaqezula, yati: Tabatani, nitye; esi singumzimba wam, owapulelwa nina; kwenzeni oku kube kukukunjulwa kwam.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:23-24
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:28-29
Kodwa makati umntu azibence, enje njalo ke ukutya kwisonka eso nokusela kwindebe leyo. Ngokuba lowo uti atye asele ngokungafanelekileyo, ezityela eziselela umgwebo, enganakani nje umzimba WENKOSI.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:28-29
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:27
Ngako oko osukuba esitya esisonka umhlaumbi esela indebe YENKOSI ngokungafanelekileyo, uya kumelwa lityala lomzimba negazi LENKOSI.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:27
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:1
Yibani ngabalandeli bam, kwa njengokuba nam ndingumlandeli ka‐Kristu.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo