Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:28-29
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:28-29 XHO1902A
Kodwa makati umntu azibence, enje njalo ke ukutya kwisonka eso nokusela kwindebe leyo. Ngokuba lowo uti atye asele ngokungafanelekileyo, ezityela eziselela umgwebo, enganakani nje umzimba WENKOSI.