1 KWABASEKORINTE 11:28-29

1 KWABASEKORINTE 11:28-29 XHO96

Makazicikide ke ngoko ngokwakhe umntu, aze ke asitye isonka eso, ayisele nendebe leyo; kuba lowo utyayo asele, uzityela aziselele umgwebo ukuba akawuphicothi ngokufanelekileyo umzimba weNkosi.