1
ULUKA 2:11
IBHAYIBHILE
Namhlanje, edolophini kaDavide, nizalelwe uMsindisi *onguKrestu iNkosi.
Thelekisa
Phonononga ULUKA 2:11
2
ULUKA 2:10
Isithunywa ke sathi kubo: “Musani ukoyika; kaloku ndinizisele iindaba ezimnandi zovuyo olukhulu oluya kuba kubo bonke abantu.
Phonononga ULUKA 2:10
3
ULUKA 2:14
“Makadunyiswe uThixo kweliphezulu, kube luxolo emhlabeni kubantu abamkholisayo.”
Phonononga ULUKA 2:14
4
ULUKA 2:52
UYesu ke wakhula ngesithomo nangobulumko, ebabalwa nguThixo, ethandwa ngabantu.
Phonononga ULUKA 2:52
5
ULUKA 2:12
Nantsi into eyoba ngumqondiso kuni: nofumana usana lusongelwe eziqhiyeni, lulele emkhumbini wesitali.”
Phonononga ULUKA 2:12
6
ULUKA 2:8-9
Kwakukho abelusi kwakweso sithili, behlala ezindle, belinda imihlambi yabo ebusuku. Babona isithunywa seNkosi simi ngakubo, bathi nobuqaqawuli beNkosi bababengezelela ngeenxa zonke. Baza boyika kakhulu.
Phonononga ULUKA 2:8-9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo