ULUKA 2:10
ULUKA 2:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Isithunywa ke sathi kubo: “Musani ukoyika; kaloku ndinizisele iindaba ezimnandi zovuyo olukhulu oluya kuba kubo bonke abantu.
Yabelana
Funda ULUKA 2ULUKA 2:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Isithunywa eso sathi kubo, Musani ukoyika; kuba, yabonani, ndinishumayeza iindaba ezilungileyo zovuyo olukhulu, oluya kuba kubo bonke bantu
Yabelana
Funda ULUKA 2