ULUKA 2:8-9

ULUKA 2:8-9 XHO96

Kwakukho abelusi kwakweso sithili, behlala ezindle, belinda imihlambi yabo ebusuku. Babona isithunywa seNkosi simi ngakubo, bathi nobuqaqawuli beNkosi bababengezelela ngeenxa zonke. Baza boyika kakhulu.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne ULUKA 2:8-9