1
EYONQULO 26:12
IBHAYIBHILE
Ndoba nani, ndibe nguThixo wenu, nina nibe ngabantu bam.
Thelekisa
Phonononga EYONQULO 26:12
2
EYONQULO 26:4
ndiya kunipha imvula ngexesha, uze umhlaba wenu uvelise isivuno, nemithi ithwale iziqhamo.
Phonononga EYONQULO 26:4
3
EYONQULO 26:3
“Xa nisenza ngokwemimiselo yam, niyithobela imiyalelo yam
Phonononga EYONQULO 26:3
4
EYONQULO 26:6
“Ndiya kuzisa uxolo elizweni lenu, nilale ubuthongo obumnandi ningaxhalelanga bani. Amarhamncwa ndowaphelisa kwilizwe lenu, yaye akuyi kube kubekho mfazwe.
Phonononga EYONQULO 26:6
5
EYONQULO 26:9
Ndiya kuba nani, ndinenze nichume nande, niwugcine umnqophiso endawenzayo nani.
Phonononga EYONQULO 26:9
6
EYONQULO 26:13
Ndim mna Ndikhoyo uThixo wenu owanikhupha eJiputa ukuze ningabi ngamakhoboka ayo. Ndayaphula loo dyokhwe yobukhoboka, ndanenza abantu abaneqhayiya nebhongo.”
Phonononga EYONQULO 26:13
7
EYONQULO 26:11
Mna ndohlala ndihleli phakathi kwenu, ndingaze ndikruquke nini.
Phonononga EYONQULO 26:11
8
EYONQULO 26:1
*UNdikhoyo wathi: “Ze ningazenzeli izinto nizinqule, ningaqingqi imifanekiso, okanye nimise iintsika zamatye, nikrole namatye, ze nijike nizinqule ezo zinto. Ndim uNdikhoyo uThixo wenu.
Phonononga EYONQULO 26:1
9
EYONQULO 26:10
Soba yintaphane isivuno senu, nikulahle ukutya okudala ukwenzela isivuno esitsha indawo koovimba benu.
Phonononga EYONQULO 26:10
10
EYONQULO 26:8
Isihlanu nje samadoda enu siya kulichitha-chitha ikhulu lamadoda; ukanti lona ikhulu lamadoda liswantsulise ishumi lamawaka. Ewe, iintshaba zenu nozibhuqa.
Phonononga EYONQULO 26:8
11
EYONQULO 26:5
Ngexesha enivuna iidiliya niya kuba nisabhula ingqolowa, kwaye iidiliya niya kuzivuna kude kufike ixesha lokuhlwayela ingqolowa kwakhona. Niya kutya nihluthe, nihlale ngokonwaba elizweni lenu.
Phonononga EYONQULO 26:5
12
EYONQULO 26:7
Utshaba lwenu noluswantsulisa, nilutyakatye ngekrele.
Phonononga EYONQULO 26:7
13
EYONQULO 26:2
Nina gcinani *iMihla yam yokuPhumla, niyihlonele indawo endinqulwa kuyo. Kaloku ndim uNdikhoyo.
Phonononga EYONQULO 26:2
Home
Bible
Plans
Videos