ILEVITIKUS 26:1
ILEVITIKUS 26:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ize ningazenzeli izinto ezingení, nomfanekiso oqingqiweyo, ningaziphakamiseli isimiso samatye, ningagxumeki ilitye elingumfanekiso ezweni lenu, ukuba niqubude kulo; ngokuba ndinguYehova, uThixo wenu.
ILEVITIKUS 26:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo wathi: “Ze ningazenzeli izinto nizinqule, ningaqingqi imifanekiso, okanye nimise iintsika zamatye, nikrole namatye, ze nijike nizinqule ezo zinto. Ndim uNdikhoyo uThixo wenu.
ILEVITIKUS 26:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Uze ungazenzeli imifanekiso eqingqiweyo, nokuba ngumfanekiso oqingqiweyo, ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo; ngokuba ndinguYehova, uThixo wenu.
ILEVITIKUS 26:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
ANIYI kuzenzela amadalo, nomfanekiso oqingqiweyo; aniyi kuzipakamisela isifanekiso esimiyo kanjalo; nelitye eliba̔liweyo aniyi kulimisa elizweni lenu, ukuba nitobe pantsi pambi kwalo: ngokuba mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wenu.