ILEVITIKUS 26:13
ILEVITIKUS 26:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa, ukuba ningabi ngamakhoboka awo; ndazaphula iidyokhwe zenu, ndanihambisa nathi nkqo.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 26ILEVITIKUS 26:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndim mna Ndikhoyo uThixo wenu owanikhupha eJiputa ukuze ningabi ngamakhoboka ayo. Ndayaphula loo dyokhwe yobukhoboka, ndanenza abantu abaneqhayiya nebhongo.”
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 26