Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UISAYA 19

1

UISAYA 19:25

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku uNdikhoyo uSomandla-onke uya kuzithamsanqela, athi: “Nithamsanqelekile, bantu bam maJiputa! Nani msebenzi wezandla zam, ma-Asiriya, ndiyanithamsanqela! Nditsho nakuni, lifa lam elingamaSirayeli, ndithi nisikelelekile!”

Thelekisa

Phonononga UISAYA 19:25

2

UISAYA 19:20

IBHAYIBHILE

XHO96

Ezo zinto ke ziya kuba yimiqondiso yobukho bukaNdikhoyo uSomandla-onke apho eJiputa. Bothi ke abantu bakhona, xa bephantsi kwengcinezelo baze bakhale kuNdikhoyo, yena abathumele umhlanguli nomkhuseli wokubasindisa.

Thelekisa

Phonononga UISAYA 19:20

3

UISAYA 19:1

IBHAYIBHILE

XHO96

Nalu udaba olundilisekileyo olumalunga neJiputa: Nank' *uNdikhoyo esiza eJiputa; uza etshebeleza ngelifukazi. *Oothixo abanqulwa apho batsho bankwantya, namaJiputa ngokwawo atsho anengevane.

Thelekisa

Phonononga UISAYA 19:1

4

UISAYA 19:19

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngelo thuba ke eJiputa kuya kubakho iqonga likaNdikhoyo, kananjalo kubekho nentsika yelitye enikezelwe kuye phaya emdeni weJiputa.

Thelekisa

Phonononga UISAYA 19:19

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UISAYA 19

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo