1
KUMAHEBHERE 7:25
IBHAYIBHILE
Esi sisizathu esibangela ukuba abe nako ukubasindisa ngokupheleleyo abo beza ngaye kuThixo, njengoko ehlala ehleli ebathethelela.
Thelekisa
Phonononga KUMAHEBHERE 7:25
2
KUMAHEBHERE 7:26
Ngoko ke uYesu ngoyena mbingeleli mkhulu ukwaziyo ukuhlangabezana nemeko yethu. Ungcwele, akanasici, enyulu; futhi wahlukanisiwe naboni, wanyuselwa ezulwini.
Phonononga KUMAHEBHERE 7:26
3
KUMAHEBHERE 7:27
Yena akafani nabanye ababingeleli. Akukho mfuneko yakuba asondeze amadini mihla le, ngenxa yezono zakhe nangenxa yezono zabantu. Wasondeza idini kwaba kanye qwaba, ukuzinikela kwakhe.
Phonononga KUMAHEBHERE 7:27
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo