KUMAHEBHERE 7:27
KUMAHEBHERE 7:27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ekungafunekiyo ukuba athi imihla ngemihla, njengababingeleli abakhulu abaya, anyuse kuqala amadini ngenxa yezono ezizezakhe, andule ukunyusa ngenxa yezabantu; kuba oko wakwenza kwaba kanye, ekuzinyuseni ngokwakhe ngokwedini.
KUMAHEBHERE 7:27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yena akafani nabanye ababingeleli. Akukho mfuneko yakuba asondeze amadini mihla le, ngenxa yezono zakhe nangenxa yezono zabantu. Wasondeza idini kwaba kanye qwaba, ukuzinikela kwakhe.
KUMAHEBHERE 7:27 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
ekungafunekiyo ukuba athi imihla ngemihla, njengababingeleli abakhulu aba, anyuse kuqala amadini ngenxa yezono ezizezakhe, andule ukunyusa ngenxa yezabantu; kuba oko wakwenza kwaba kanye, ekuzinyuseni ngokwakhe ngokwedini.
KUMAHEBHERE 7:27 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
ongafaneleyo ukuti ixesha ngexesha, njengabaperisite abakulu abo, anikele amadini kube tanci ngenxa yezake izono, kube kamva ngenxa yezabantu; ngokuba oku wakwenza kwa kanye, akuzinikela yena.