ekungafunekiyo ukuba athi imihla ngemihla, njengababingeleli abakhulu aba, anyuse kuqala amadini ngenxa yezono ezizezakhe, andule ukunyusa ngenxa yezabantu; kuba oko wakwenza kwaba kanye, ekuzinyuseni ngokwakhe ngokwedini.
Funda KumaHebhere 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KumaHebhere 7:27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo