KUMAHEBHERE 7:25
KUMAHEBHERE 7:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko unako nokubasindisa kanye abo bezayo ngaye kuThixo, ehlala ehleli nje ukuba abathethelele.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7KUMAHEBHERE 7:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Esi sisizathu esibangela ukuba abe nako ukubasindisa ngokupheleleyo abo beza ngaye kuThixo, njengoko ehlala ehleli ebathethelela.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7KUMAHEBHERE 7:25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko unako nokubasindisa kanye abo bezayo ngaye kuThixo, ehlala ehleli nje ukuba abathethelele.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7