1
UHEZEKILE 14:6
IBHAYIBHILE
“Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli: ‘Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: Guqukani, nishenxe kwizithixo zenu, nahlukane nezenzo zenu zamanyundululu!’
Thelekisa
Phonononga UHEZEKILE 14:6
2
UHEZEKILE 14:5
Oku ndiya kukwenzela ukubuyisa iintliziyo zabo bonke abantu bam bakwaSirayeli, abathe bandilahla ngenxa yezithixo.’
Phonononga UHEZEKILE 14:5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo