1
EYEMFUDUKO 1:17
IBHAYIBHILE
Kodwa ke ababelekisi abo yayingabafazi abamoyikayo uThixo. Basuka bawaphula umyalelo kakumkani, àbawabulala amakhwenkwe lawo.
Thelekisa
Phonononga EYEMFUDUKO 1:17
2
EYEMFUDUKO 1:12
Kambe ke, okukhona bawatshutshisayo amaSirayeli, yaba kokukhona andayo, alizalisa lonke ilizwe. Le meko ke yawenza ahlala exhaleni elingathethekiyo amaJiputa ngenxa yamaSirayeli.
Phonononga EYEMFUDUKO 1:12
3
EYEMFUDUKO 1:20-21
Ngenxa yokuba ababelekisi bemoyika uThixo, uThixo wabavuza ngeentsapho. Ke wona amaSirayeli aya esanda ngokwanda, aba luqilima.
Phonononga EYEMFUDUKO 1:20-21
4
EYEMFUDUKO 1:8
Ke kaloku kwavela kumkani wumbi owayengazi nto ngoJosefu, wangumlawuli kwelaseJiputa.
Phonononga EYEMFUDUKO 1:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo