EYEMFUDUKO 1:20-21

EYEMFUDUKO 1:20-21 XHO96

Ngenxa yokuba ababelekisi bemoyika uThixo, uThixo wabavuza ngeentsapho. Ke wona amaSirayeli aya esanda ngokwanda, aba luqilima.