1
EYEZIQALO 50:20
IBHAYIBHILE
Ewe, nanizimisele ukundenzakalisa, kodwa uThixo yena walijika elo yelenqe labubuhle, khon' ukuze kusinde abantu abaninzi abaphilayo ngoku ngenxa yeso senzo senu.”
Thelekisa
Phonononga EYEZIQALO 50:20
2
EYEZIQALO 50:19
Suka uJosefu wathi: “Musani ukuxhala, andingoThixo mna.
Phonononga EYEZIQALO 50:19
3
EYEZIQALO 50:21
Watsho esithi: “Musani ukoyika, ndiza kunigcina nina kunye nabantwana benu.” Wabathuthuzela ngamazwi atsho laphela ixhala.
Phonononga EYEZIQALO 50:21
4
EYEZIQALO 50:16-17
Bathumela isigidimi ke kuJosefu ukuba sise umlomo othi: “Ubawo wathi ze sithi kuwe, Josefu, uze usixolele ngesenzo esakwenza sona. Sixolele ke ngoko, thina zicaka zikaThixo kabawo.” Zehla iinyembezi kuJosefu akuwuva loo mlomo.
Phonononga EYEZIQALO 50:16-17
5
EYEZIQALO 50:24
Wayolela kubantakwabo uJosefu wathi: “Sendiza kubhubha, kodwa yena uThixo uza kunigcina ade anikhuphe kweli lizwe, anise kwilizwe awalithembisa oobawo uAbraham noIsake noYakobi.”
Phonononga EYEZIQALO 50:24
6
EYEZIQALO 50:25
Uthe ke uJosefu abantakwabo mabafunge, wathi: “Mhla uThixo wanisa kwelo lizwe, nize niwathathe amathambo am, nimke nawo.”
Phonononga EYEZIQALO 50:25
7
EYEZIQALO 50:26
UJosefu ke watshabela eJiputa enekhulu lineshumi leminyaka. Bawuqhola umzimba wakhe, bawufaka emkhumbini apho eJiputa.
Phonononga EYEZIQALO 50:26
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo