1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:19
IBHAYIBHILE
Guqukani ke ngoko, nibuyele kuThixo, ukuze zicinywe izono zenu
Thelekisa
Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:19
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:6
Uthe uPetros: “Imali andinayo, kodwa ndiza kukunika into endinayo – egameni likaYesu Krestu waseNazarete, ndithi kuwe: ‘Phakama, uhambe.’ ”
Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:6
3
UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:7-8
Akuba etshilo, wayibamba ngesandla sokunene, wayiphakamisa. Ngoko nangoko iinyawo namaqatha ayo omelela. Yatsho umtsi, yema ngeenyawo, yahamba-hamba. Yaza yangena nabo endlwini kaThixo, ihamba itsiba-tsiba, ibulela uThixo.
Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:7-8
4
UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:16
Kukuvuma nokuzinikela kwigama likaYesu okuyomelezileyo le ndoda niyibonayo, niyaziyo. Ligunya legama lakhe elimenze waphila njengokuba nimbona elapha phambi kwenu nje lo mntu.
Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo