Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IZENZO 3:19

IZENZO 3:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Guqukani ke ngoko, nibuye, ukuze zicinywe izono zenu; ngokokuze afike amathuba okuphumza, evela ebusweni beNkosi

Yabelana
Funda IZENZO 3

IZENZO 3:19 IBHAYIBHILE (XHO96)

Guqukani ke ngoko, nibuyele kuThixo, ukuze zicinywe izono zenu

Yabelana
Funda IZENZO 3

IZENZO 3:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Guqukani ke ngoko, nijike, ukuze zicinywe izono zenu

Yabelana
Funda IZENZO 3

IZENZO 3:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Gqobokani ngoko, niguquke, ukuba zicinywe izono zenu; ukuze kube kufika amaxesha onwabiso evela ebusweni BENKOSI

Yabelana
Funda IZENZO 3

IZENZO 3:19

IZENZO 3:19 XHO75IZENZO 3:19 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo