IZENZO 3:6
IZENZO 3:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke uPetros, Isilivere negolide andinayo, kodwa endinako ndikunika khona: egameni likaYesu Kristu umNazarete, vuka uhambe.
Yabelana
Funda IZENZO 3IZENZO 3:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe uPetros: “Imali andinayo, kodwa ndiza kukunika into endinayo – egameni likaYesu Krestu waseNazarete, ndithi kuwe: ‘Phakama, uhambe.’ ”
Yabelana
Funda IZENZO 3